Ndihambile, ndibonile (I have walked, I have seen) Bandixelele bandinikile (They told me, they gave me) Ndingafunanga ndingabuzanga
(I did not want,I did not ask)
Ndiza ndiza (I will come, I will come) Ndizaw´buya ndikuphathel´ntliziyo yam (I will come back, bringing you my heart) Uzuyenze msulwa yona (Make it pure)
(x2) Ndiza ndiza (I will come, I will come) Ndizaw´buya ndikuphathel´ntliziyo yam (I will come back, bringing you my heart) Uzuyenze msulwa yona (Make it pure)
Ndizam´kucinga aha
(I´m trying to think) Ndiyahluleka aha (I´m failing) Ingqondo yam, iyakhawuleza (My mind is wondering) Kuyehla kuyasa (From sunset till dawn) kum uyafana (I´m still the same) Ndonakele hee (I´m ruined)
Ndiza ndiza (I will come, I will come) Ndizaw´buya ndikuphathel´ntliziyo yam (I will come back, bringing you my heart) Uzuyenze msulwa yona (Make it pure)